IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 13:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+

  • Eksodus 40:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Kuba ilifu likaYehova beliba phezu komnquba emini, umlilo ube phezu kwawo ebusuku emehlweni ayo yonke indlu kaSirayeli ebudeni balo lonke uhambo lwabo.+

  • Numeri 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye nakanjani na aya kubaxelela abemi beli lizwe. Bavile nabo ukuba wena Yehova uphakathi kwesi sizwana,+ oye wabonakala ubuso ngobuso kuso.+ Nokuthi unguYehova, nelifu lakho limi phezu kwaso, kwaye uhamba phambi kwaso emqulwini welifu emini nasemqulwini womlilo ebusuku.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share