Numeri 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘“Ke abantwana benu ebenisithi baya kuphangwa,+ ndiya kubangenisa nabo, balazi ngokuqinisekileyo ilizwe eniligatyileyo.+ Duteronomi 1:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke abantwana benu enathi ngabo: “Baya kuphangwa!”+ noonyana benu abangakwaziyo namhlanje okulungileyo nokubi, bona baya kungena khona, ndiya kulinika bona, balidle ilifa.
31 “‘“Ke abantwana benu ebenisithi baya kuphangwa,+ ndiya kubangenisa nabo, balazi ngokuqinisekileyo ilizwe eniligatyileyo.+
39 Ke abantwana benu enathi ngabo: “Baya kuphangwa!”+ noonyana benu abangakwaziyo namhlanje okulungileyo nokubi, bona baya kungena khona, ndiya kulinika bona, balidle ilifa.