IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+

  • 1 Samuweli 14:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kwaye waqhubeka esenza ngobukroti,+ wamxabela uAmaleki+ waza wamkhulula uSirayeli esandleni salowo wayemphanga.

  • 1 Samuweli 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+

  • 1 Kronike 4:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Yaye bayixabela intsalela yabasindileyo kuma-Amaleki,+ baza baqhubeka behlala khona unanamhla.

  • Estere 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+

  • Estere 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share