Duteronomi 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ngokuqinisekileyo nam ndiya kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha layo elimisiweyo,+ imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo,+ yaye eneneni uya kubutha ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho.
14 ngokuqinisekileyo nam ndiya kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha layo elimisiweyo,+ imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo,+ yaye eneneni uya kubutha ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho.