6 Ngokuba eneneni uYehova uThixo wakho uya kukusikelela kanye njengoko ekuthembisile, yaye ngokuqinisekileyo uya kuboleka+ iintlanga ezininzi ngesibambiso, ukanti wena akuyi kuboleka; kwaye uya kulawula iintlanga ezininzi, ukanti zona aziyi kukulawula.+