IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 39:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Umntu umlungise ngokumohlwayela isiphoso,+

      Izinto zakhe ezinqwenelekayo uzidla njengoko lisenza inundu.+

      Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni bangumphunga.+ Seʹlah.

  • INdumiso 80:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Sitshiswa ngomlilo, siyanqunyulwa.+

      Bayatshabalala kukukhalinyelwa bubuso bakho.+

  • Isaya 30:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iwaka liya kungcangcazela ngenxa yokhalimelo lwalowo umnye;+ ngenxa yokhalimelo lwabahlanu niya kusaba nide nisale ninjengemasti encotsheni yentaba nanjengomqondiso endulini.+

  • Isaya 51:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Oonyana bakho bawe isiduli.+ Balele phantsi emantloko ezitrato zonke njengezimvu zasendle ezisemnatheni,+ njengabo bonganyelwe ngumsindo kaYehova,+ kukukhalima koThixo wakho.”+

  • Hezekile 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye umele ube lungcikivo+ nento yokutshabhiswa,+ umzekelo osisilumkiso+ nento eqhiphula umbilini kwiintlanga ezikujikelezileyo, ekukugwebeni kwam ngomsindo nangobushushu nangezohlwayo zobushushu.+ Mna, Yehova, ndithethile.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share