Nehemiya 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye wabanika umoya wakho olungileyo+ ukuze ubenze babe nengqiqo, nomlomo wabo+ akuwuvimbanga imana yakho, wabanika amanzi ngenxa yonxano lwabo.+ INdumiso 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyintoni na umntu ofayo+ le nto umkhumbulayo,+Nonyana womntu wasemhlabeni le nto umnyamekelayo?+
20 Yaye wabanika umoya wakho olungileyo+ ukuze ubenze babe nengqiqo, nomlomo wabo+ akuwuvimbanga imana yakho, wabanika amanzi ngenxa yonxano lwabo.+