Eksodus 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika, kuba uTHIXO oyinyaniso uzele ukuza kunivavanya,+ nokuze kubekho ukumoyika ebusweni benu ukuze ningoni.”+ Duteronomi 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Akwaba nje besingahlakulela le ntliziyo yokundoyika+ nokuyigcina imiyalelo yam yonke+ ngamaxesha onke, ukuze kulunge kuso noonyana baso kuse kwixesha elingenammiselo!+ 1 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+ Luka 1:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 nakwizizukulwana ngezizukulwana inceba yakhe iphezu kwabo bamoyikayo.+
20 Ngoko wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika, kuba uTHIXO oyinyaniso uzele ukuza kunivavanya,+ nokuze kubekho ukumoyika ebusweni benu ukuze ningoni.”+
29 Akwaba nje besingahlakulela le ntliziyo yokundoyika+ nokuyigcina imiyalelo yam yonke+ ngamaxesha onke, ukuze kulunge kuso noonyana baso kuse kwixesha elingenammiselo!+
24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+