Levitikus 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+ Duteronomi 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngokuba ufanele uwatshabalalise kuthi tu, amaHiti nama-Amori, amaKanan namaPerizi, amaHivi namaYebhusi,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho; Yoshuwa 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye esi sixeko simele sitshatyalaliswe;+ sona nayo yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ unongogo kuphela onokuqhubeka ephila, yena nabo bonke abakunye naye endlwini, ngenxa yokuba wabafihla abathunywa esabathumelayo.+ Yoshuwa 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYoshuwa wathimba iMakeda+ ngaloo mini waza wayixabela ngohlangothi lwekrele. Ke yena ukumkani wayo, wamtshabalalisa+ yena nayo yonke imiphefumlo eyayikuyo. Akazange ashiye usindileyo. Ngoko wenza kukumkani waseMakeda+ kanye njengoko wayenzile kukumkani waseYeriko.
17 ngokuba ufanele uwatshabalalise kuthi tu, amaHiti nama-Amori, amaKanan namaPerizi, amaHivi namaYebhusi,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho;
17 Yaye esi sixeko simele sitshatyalaliswe;+ sona nayo yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ unongogo kuphela onokuqhubeka ephila, yena nabo bonke abakunye naye endlwini, ngenxa yokuba wabafihla abathunywa esabathumelayo.+
28 UYoshuwa wathimba iMakeda+ ngaloo mini waza wayixabela ngohlangothi lwekrele. Ke yena ukumkani wayo, wamtshabalalisa+ yena nayo yonke imiphefumlo eyayikuyo. Akazange ashiye usindileyo. Ngoko wenza kukumkani waseMakeda+ kanye njengoko wayenzile kukumkani waseYeriko.