Duteronomi 29:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ‘Kule minyaka ingamashumi amane ndinikhokela entlango,+ izambatho zenu aziguganga, nembadada yakho ayiguganga elunyaweni lwakho.+ Nehemiya 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwaye wabalungiselela ukutya entlango iminyaka engamashumi amane.+ Abazange baswele nto.+ Izambatho zabo azizange ziphele,+ neenyawo zabo azizange zidumbe.+
5 ‘Kule minyaka ingamashumi amane ndinikhokela entlango,+ izambatho zenu aziguganga, nembadada yakho ayiguganga elunyaweni lwakho.+
21 Kwaye wabalungiselela ukutya entlango iminyaka engamashumi amane.+ Abazange baswele nto.+ Izambatho zabo azizange ziphele,+ neenyawo zabo azizange zidumbe.+