IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uze ungatsho entliziyweni yakho ekubashenxiseni kukaYehova uThixo wakho phambi kwakho, ukuthi, ‘Kube ngenxa yobulungisa bam le nto andingenisileyo uYehova ukuba ndilidle ilifa eli lizwe,’+ ngokuba kube ngenxa yobungendawo bezo ntlanga le nto uYehova azigxothayo phambi kwakho.+

  • 1 Korinte 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba ngubani na okwenza wahluke+ komnye? Eneneni, yintoni na onayo ongayamkeliswanga?+ Ukuba, eneneni wamkelisiwe,+ uqhayiselani+ ngokungathi akwamkeliswanga?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share