Numeri 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yini na ukuba uYehova asizise kweli lizwe ukuze siwe likrele?+ Abafazi nabantwana bethu baza kuphangwa.+ Akusilungele na kanye ukuba sibuyele eYiputa?”+ Numeri 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Batsho nokuthi omnye komnye: “Masizimisele intloko, sibuyele eYiputa!”+ Isaya 63:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+
3 Yini na ukuba uYehova asizise kweli lizwe ukuze siwe likrele?+ Abafazi nabantwana bethu baza kuphangwa.+ Akusilungele na kanye ukuba sibuyele eYiputa?”+
10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+