IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.

  • 1 Kumkani 8:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 (kuba bangabantu bakho nelifa lakho,+ owabakhupha eYiputa,+ ngaphakathi kwiziko lentsimbi),+

  • Nehemiya 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye bangabakhonzi bakho+ nabantu bakho,+ owabakhulula ngamandla akho amakhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo.+

  • INdumiso 74:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Yikhumbule indibano yakho owayizuza kudala,+

      Isizwe owasikhulula njengelifa lakho,+

      Le Ntaba yaseZiyon ohlala kuyo.+

  • INdumiso 95:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba yena nguThixo wethu, thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe.+

      Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+

  • INdumiso 100:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+

      Nguye owasenzayo, asisithi.+

      Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share