IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ukuba uthe wayixhwalekisa nangayiphi na indlela, yadanduluka kum, ndosiva ngenene isikhalo sayo;+

  • Duteronomi 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngemini yakhe ufanele umnike umvuzo wakhe,+ lingatshoni ilanga usekuwe, ngokuba esenkathazweni yaye ewubhekise umphefumlo wakhe emvuzweni wakhe; hleze akhale ngawe kuYehova,+ kuze oko kube sisono kuwe.+

  • Yobhi 34:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ukuze abangele isikhalo sosweleyo sifike kuye;

      Yaye ngoko uyasiva isikhalo sabaxhwalekileyo.+

  • IMizekeliso 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+

  • Yakobi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share