Genesis 34:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bathi kubo: “Asinakuyenza into enjalo, yokuba sinikele udade wethu kwindoda enejwabi,+ kuba oko kulungcikivo kuthi. INdumiso 119:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Dlulisa ungcikivo lwam, endiloyikayo,+Kuba izigwebo zakho zilungile.+ Yeremiya 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+ Yeremiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+
14 Bathi kubo: “Asinakuyenza into enjalo, yokuba sinikele udade wethu kwindoda enejwabi,+ kuba oko kulungcikivo kuthi.
25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+
26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+