Numeri 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bathe bawela nani eYordan, ngamnye exhobele imfazwe,+ phambi koYehova, laza loyiswa ilizwe phambi kwenu, nize nibanike ilizwe laseGiliyadi njengelifa.+ Yoshuwa 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+
29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bathe bawela nani eYordan, ngamnye exhobele imfazwe,+ phambi koYehova, laza loyiswa ilizwe phambi kwenu, nize nibanike ilizwe laseGiliyadi njengelifa.+
8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+