Numeri 33:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Nimele nilidle ilifa ilizwe elo nihlale kulo, kuba ndolinika nina ngokuqinisekileyo elo lizwe njengelifa.+ Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. ABagwebi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe.
53 Nimele nilidle ilifa ilizwe elo nihlale kulo, kuba ndolinika nina ngokuqinisekileyo elo lizwe njengelifa.+
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
5 Wayehlala phantsi komthi wesundu kaDebhora phakathi kweRama+ neBheteli+ kummandla weentaba wakwaEfrayim; yaye oonyana bakaSirayeli babesiya kuye ukuze abagwebe.