Numeri 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Yoshuwa 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye isizwe sabaLevi uMoses akazange asinike lifa.+ UYehova uTHIXO kaSirayeli lilifa laso, kanye njengoko wasithembisayo.+
20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+
33 Yaye isizwe sabaLevi uMoses akazange asinike lifa.+ UYehova uTHIXO kaSirayeli lilifa laso, kanye njengoko wasithembisayo.+