Numeri 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+ Numeri 26:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Ababhaliswayo kubo baba ngamashumi amabini anesithathu amawaka, yonke into eyindoda ukususela konyanga-nye ubudala ukusa phezulu.+ Kuba babengabhaliswanga phakathi koonyana bakaSirayeli,+ ngokuba babenganikwanga lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Duteronomi 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Ababingeleli, abaLevi, isizwe sabaLevi siphela,+ mabangabi nasabelo nalifa kunye noSirayeli. Bodla umnikelo wasemlilweni kaYehova, nelifa lakhe.+ Yoshuwa 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uMoses wayezinike ilifa ezinye izizwe ezibini nesinye isiqingatha sesizwe ngaphesheya kweYordan;+ yaye abaLevi akazange abanike lifa phakathi kwazo.+
24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+
62 Ababhaliswayo kubo baba ngamashumi amabini anesithathu amawaka, yonke into eyindoda ukususela konyanga-nye ubudala ukusa phezulu.+ Kuba babengabhaliswanga phakathi koonyana bakaSirayeli,+ ngokuba babenganikwanga lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.+
18 “Ababingeleli, abaLevi, isizwe sabaLevi siphela,+ mabangabi nasabelo nalifa kunye noSirayeli. Bodla umnikelo wasemlilweni kaYehova, nelifa lakhe.+
3 Kuba uMoses wayezinike ilifa ezinye izizwe ezibini nesinye isiqingatha sesizwe ngaphesheya kweYordan;+ yaye abaLevi akazange abanike lifa phakathi kwazo.+