Yona 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova. IZenzo 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa eYopa+ kwakukho umfundi othile ogama linguTabhitha, elo, xa liguqulelwe, lithetha ukuthi Dorkas. Wayephuphuma zizenzo ezilungileyo+ nezipho zenceba awayezinikela. IZenzo 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 yaye wabalisa yonk’ into kubo waza wabathumela eYopa.+
3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova.
36 Kodwa eYopa+ kwakukho umfundi othile ogama linguTabhitha, elo, xa liguqulelwe, lithetha ukuthi Dorkas. Wayephuphuma zizenzo ezilungileyo+ nezipho zenceba awayezinikela.