IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngaphezu koko, uMika wamisela umLevi,+ ukuze umfana akhonze njengombingeleli+ wakhe aze aqhubeke esendlwini kaMika.

  • ABagwebi 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa athi kuye: “Yithi cwaka. Beka isandla sakho emlonyeni wakho, uze uhambe nathi ube ngubawo+ nombingeleli+ wethu. Kukuphi na okulunge ngakumbi, ukuba uqhubeke ungumbingeleli kwindlu yendoda enye+ okanye ukuba ube ngumbingeleli wesizwe nentsapho yakwaSirayeli?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share