IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+

  • ABagwebi 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+

  • Yeremiya 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuphela nje siphawule isiphoso sakho, kuba unxaxhile kuYehova uThixo wakho.+ Kwaye waqhubeka uchithachithela iindlela zakho kwabasemzini+ phantsi kwemithi yonke enabileyo,+ kodwa aniliphulaphulanga ilizwi lam,” utsho uYehova.’”

  • Zefaniya 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Asizange siphulaphule lizwi;+ asizange samkele luqeqesho.+ Asizange sikholose ngoYehova.+ Asizange sisondele kuThixo waso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share