Genesis 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ndaza ngokuqinisekileyo ndabuyela ngoxolo endlwini kabawo, ngoko uYehova uya kuba ungqineke enguThixo wam.+ Yoshuwa 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 bandula bonke abantu babuyela enkampini, kuYoshuwa, eMakeda ngoxolo. Akukho namnye umntu owabavungamelayo ngolwimi lwakhe oonyana bakaSirayeli.+
21 ndaza ngokuqinisekileyo ndabuyela ngoxolo endlwini kabawo, ngoko uYehova uya kuba ungqineke enguThixo wam.+
21 bandula bonke abantu babuyela enkampini, kuYoshuwa, eMakeda ngoxolo. Akukho namnye umntu owabavungamelayo ngolwimi lwakhe oonyana bakaSirayeli.+