ABagwebi 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa waqhubeka emlilela iintsuku ezisixhenxe njengoko kwakuqhubeka isidlo sabo, yaye kwathi ekugqibeleni ngosuku lwesixhenxe wamxelela, ngenxa yokuba wayemxinile.+ Wandula ke yena walixelela oonyana babantu bakowabo.+
17 Kodwa waqhubeka emlilela iintsuku ezisixhenxe njengoko kwakuqhubeka isidlo sabo, yaye kwathi ekugqibeleni ngosuku lwesixhenxe wamxelela, ngenxa yokuba wayemxinile.+ Wandula ke yena walixelela oonyana babantu bakowabo.+