IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye kwathi, ekumboneni kwabo, ngoko nangoko bathabatha abakhaphi bomyeni abangamashumi amathathu, ukuze bamgcine.

  • ABagwebi 14:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwaye umfazi kaSamson+ waba ngowomkhaphi+ wakhe awayenxulumene naye.

  • ABagwebi 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa uyise womfazi wathi: “Eneneni ndizixelele oku, ‘Ngokungathandabuzekiyo umele ukuba umthiyile.’+ Ngenxa yoko ndimnike umkhaphi wakho.+ Akalunganga ngakumbi kunaye na udade wabo omncinane? Nceda, mayibe nguye owakho esikhundleni somnye lowa.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share