- 
	                        
            
            1 Samuweli 27:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        27 Noko ke, uDavide wathi entliziyweni yakhe: “Ke kaloku ngenye imini ndoze nditshayelwe sisandla sikaSawule. Akukho nto ilunge ngakumbi kum kunokuba nakanjani na ndibalekele+ kwilizwe lamaFilisti;+ uSawule umele aphelelwe lithemba ekundifuneni kwakhe kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaleka esandleni sakhe.” 
 
-