1 Samuweli 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+ 1 Samuweli 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Neenkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti zazidlula zingamakhulu namawaka, noDavide namadoda akhe babedlula ngasemva kunye noAkishe.+
28 Kwathi ke ngaloo mihla amaFilisti aqokelela iinkampu zawo zomkhosi ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokungathandabuzekiyo uyazi ukuba ufanele uphume nam ukuya enkampini, wena namadoda akho.”+
2 Neenkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti zazidlula zingamakhulu namawaka, noDavide namadoda akhe babedlula ngasemva kunye noAkishe.+