IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+

  • Duteronomi 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Uze umoyike uYehova uThixo wakho.+ Uze umkhonze,+ unamathele kuye,+ ufunge ngegama lakhe.+

  • ABagwebi 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Koku wathi: “Yayingabantakwethu, oonyana bakama. Njengoko uYehova ephila, ukuba nanibagcine bephilile, bendingayi kunibulala.”+

  • 1 Samuweli 14:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuba njengoko uYehova, onguMhlanguli kaSirayeli, ephila, kwanokuba sikuYonatan unyana wam, kanti uya kufa ngokuqinisekileyo.”+ Kodwa akukho bani wamphendulayo ebantwini bonke.

  • 1 Samuweli 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wandula ke uSawule walithobela ilizwi likaYonatan, waza uSawule wafunga wathi: “Njengoko ephila uYehova,+ akayi kubulawa.”

  • 1 Samuweli 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uDavide wafunga+ esongezelela waza wathi: “Ngokuqinisekileyo uyihlo umele azi ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ ngoko angathi, ‘UYonatan makangakwazi oku ngokoyikela ukuba angaba buhlungu.’ Kodwa, enyanisweni, njengoko uYehova ephila+ nanjengoko umphefumlo wakho uphila,+ linyathelo nje elinye phakathi kwam nokufa!”+

  • 1 Samuweli 25:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke kaloku. nkosi yam, ephila nje uYehova+ nomphefumlo wakho uphila nje,+ uYehova ukunqandile+ ungangeni etyaleni legazi+ nasekuzisindiseni ngesandla sakho.+ Neentshaba zakho ke nabo bafuna ukwenzakalisa inkosi yam mababe njengoNabhali.+

  • Mateyu 5:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share