1 Samuweli 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yoko ngokubhekele phaya babuza+ kuYehova: “Uselefikile na apha umntu lowo?” Wathi ke uYehova: “Nankuya, uzifihle+ phakathi kwempahla.” 1 Samuweli 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko nangoko uDavide washiya impahla+ yakhe esandleni somgcini wempahla+ waza wabaleka waya kuluhlu lwedabi. Xa wafikayo, wabuzisa ngentlalo-ntle yabantakwabo.+ 1 Samuweli 30:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ingubani na oya kuniphulaphula mayela neli lizwi? Kuba njengesabelo salowo uhlileyo waya edabini kwanesabelo salowo uhleli nempahla+ siya kuba njalo. Bonke baya kuba nesabelo ndawonye.”+
22 Ngenxa yoko ngokubhekele phaya babuza+ kuYehova: “Uselefikile na apha umntu lowo?” Wathi ke uYehova: “Nankuya, uzifihle+ phakathi kwempahla.”
22 Ngoko nangoko uDavide washiya impahla+ yakhe esandleni somgcini wempahla+ waza wabaleka waya kuluhlu lwedabi. Xa wafikayo, wabuzisa ngentlalo-ntle yabantakwabo.+
24 Ingubani na oya kuniphulaphula mayela neli lizwi? Kuba njengesabelo salowo uhlileyo waya edabini kwanesabelo salowo uhleli nempahla+ siya kuba njalo. Bonke baya kuba nesabelo ndawonye.”+