Yoshuwa 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYoshuwa wamsikelela waza wamnika iHebron uKalebhi unyana kaYefune njengelifa.+ 2 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+
2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+