1 Samuweli 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+ 1 Kronike 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wafa ngaloo ndlela ke uSawule ngenxa yokungathembeki+ kwakhe awakwenza ngokungabi nalukholo kuYehova ngokuphathelele ilizwi likaYehova angaligcinanga nangokubuzisa kwakhe koneshologu.+ Hoseya 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndakunika ukumkani ndinomsindo,+ yaye ndiya kumsusa ndivutha ngumsindo.+
10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+
13 Wafa ngaloo ndlela ke uSawule ngenxa yokungathembeki+ kwakhe awakwenza ngokungabi nalukholo kuYehova ngokuphathelele ilizwi likaYehova angaligcinanga nangokubuzisa kwakhe koneshologu.+