1 Samuweli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim. 1 Samuweli 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ekuhambeni kwexesha amadoda amakhulu akwaSirayeli+ aqokelelana ndawonye aza eza kuSamuweli eRama 1 Samuweli 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke yena uDavide, wabaleka wemka+ yaye wasinda waza waya kufika kuSamuweli eRama.+ Wamxelela konke uSawule abekwenzile kuye. Wandula ke yena noSamuweli bemka, baya kuhlala eNayoti.+
1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim.
18 Ke yena uDavide, wabaleka wemka+ yaye wasinda waza waya kufika kuSamuweli eRama.+ Wamxelela konke uSawule abekwenzile kuye. Wandula ke yena noSamuweli bemka, baya kuhlala eNayoti.+