2 Samuweli 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke uDavide wathi kuYowabhi nakubo bonke abantu ababekunye naye: “Krazulani+ izambatho zenu nize nibophe amarhonya+ nenze isijwili phambi koAbhinere.” KwanoKumkani uDavide wayehamba emva kwesingqengqelo eso.
31 Wandula ke uDavide wathi kuYowabhi nakubo bonke abantu ababekunye naye: “Krazulani+ izambatho zenu nize nibophe amarhonya+ nenze isijwili phambi koAbhinere.” KwanoKumkani uDavide wayehamba emva kwesingqengqelo eso.