Yobhi 30:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ndazi kakuhle ukuba uya kundibuyisela ekufeni,+Nasendlwini yokuhlangana yabo bonke abaphilayo. INtshumayeli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Zonke ziya ndaweni nye.+ Zonke zavela eluthulini,+ yaye zonke zibuyela eluthulini.+ INtshumayeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+ IZenzo 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Madoda, bazalwana, kuvumelekile ukuthetha ngokukhululekileyo kuni ngentloko-ntsapho uDavide, ukuba wasweleka+ waza wangcwatywa yaye ingcwaba lakhe liphakathi kwethu ukusa kulo mhla. IZenzo 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okunene uDavide akenyukelanga emazulwini,+ kodwa yena ngokwakhe uthi, ‘UYehova wathi eNkosini yam: “Hlala ngasekunene kwam,+ IZenzo 13:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kuba uDavide,+ kwelinye icala, wenza ukuthanda kukaThixo okucacileyo kwisizukulwana sakhe waza walala ekufeni yaye wabekwa kunye nookhokho bakhe, wakubona ukonakala.+ Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
23 Kuba ndazi kakuhle ukuba uya kundibuyisela ekufeni,+Nasendlwini yokuhlangana yabo bonke abaphilayo.
10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+
29 “Madoda, bazalwana, kuvumelekile ukuthetha ngokukhululekileyo kuni ngentloko-ntsapho uDavide, ukuba wasweleka+ waza wangcwatywa yaye ingcwaba lakhe liphakathi kwethu ukusa kulo mhla.
34 Okunene uDavide akenyukelanga emazulwini,+ kodwa yena ngokwakhe uthi, ‘UYehova wathi eNkosini yam: “Hlala ngasekunene kwam,+
36 Kuba uDavide,+ kwelinye icala, wenza ukuthanda kukaThixo okucacileyo kwisizukulwana sakhe waza walala ekufeni yaye wabekwa kunye nookhokho bakhe, wakubona ukonakala.+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.