2 Samuweli 15:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa ukuba ubuyela esixekweni uze okunene uthi kuAbhisalom, ‘Ndingumkhonzi wakho, Kumkani. Ndandifudula ndingumkhonzi kayihlo, mna kanye ngelo xesha, kodwa ngoku mna kanye ndingumkhonzi wakho,’+ uze ke unditshitshisele+ icebo lika-Ahitofele. IMizekeliso 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nabani na ongenamava ukholwa ngamazwi onke,+ kodwa onobuqili uyawaqwalasela amanyathelo akhe.+
34 Kodwa ukuba ubuyela esixekweni uze okunene uthi kuAbhisalom, ‘Ndingumkhonzi wakho, Kumkani. Ndandifudula ndingumkhonzi kayihlo, mna kanye ngelo xesha, kodwa ngoku mna kanye ndingumkhonzi wakho,’+ uze ke unditshitshisele+ icebo lika-Ahitofele.