IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Isizathu sikukuba baye bandishiya+ baza baqubuda kuAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon, kuKemoshe+ uthixo wakwaMowabhi nakuMalkom+ uthixo woonyana baka-Amoni; kwaye abakhange bahambe ezindleleni zam ngokwenza oko kulungileyo emehlweni am nakwimimiselo yam nakwizigwebo zam njengoDavide uyise.

  • 1 Kumkani 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+

  • IZenzo 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share