1 Samuweli 25:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+ 1 Kumkani 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kwathi ekuqaliseni kwakhe ukulawula, kamsinya nje akuhlala phantsi etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahasha. Akazange ashiye namnye kwabakhe ochamela eludongeni+ okanye abaphindezeli bakhe begazi+ okanye abahlobo bakhe. 2 Kumkani 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye yonke indlu ka-Ahabhi imele itshabalale; ndize ndinqumle kwa-Ahabhi+ nabani na ochamela eludongeni+ naye nabani na ongeloncedo nongento yanto+ kwaSirayeli.
34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+
11 Yaye kwathi ekuqaliseni kwakhe ukulawula, kamsinya nje akuhlala phantsi etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahasha. Akazange ashiye namnye kwabakhe ochamela eludongeni+ okanye abaphindezeli bakhe begazi+ okanye abahlobo bakhe.
8 Yaye yonke indlu ka-Ahabhi imele itshabalale; ndize ndinqumle kwa-Ahabhi+ nabani na ochamela eludongeni+ naye nabani na ongeloncedo nongento yanto+ kwaSirayeli.