27 Ukuba esi sizwana siyaqhubeka sisenyuka sisiya kwenza imibingelelo endlwini kaYehova eYerusalem,+ kuya kunyanzeleka ukuba intliziyo yesi sizwana ibuyele enkosini yaso, uRehobhoham ukumkani wakwaYuda; yaye siya kundibulala+ ngokuqinisekileyo size sibuyele kuRehobhoham ukumkani wakwaYuda.”