INdumiso 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Owu mphulaphuli wemithandazo, abantu bayo yonke inyama baya kuza kuwe.+ IMizekeliso 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+ IZenzo 9:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+ Hebhere 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa wakubalela ekuthini uThixo wayekwazi ukumvusa kwanakwabafileyo;+ yaye khona apho wamzuza ngokomzekeliso.+ Yakobi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+
8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+
40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+
19 Kodwa wakubalela ekuthini uThixo wayekwazi ukumvusa kwanakwabafileyo;+ yaye khona apho wamzuza ngokomzekeliso.+
16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+