Marko 5:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Bamhleka ngokugculelayo. Kodwa, akuba ebakhuphele phandle bonke, wathabatha uyise nonina womntwana oselula nabo babekunye naye, waza wangena apho umntwana oselula wayekhona.+ Luka 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Akufika endlwini akazange avumele nabani na ukuba angene naye ngaphandle kukaPetros noYohane noYakobi noyise nonina wentombazana.+
40 Bamhleka ngokugculelayo. Kodwa, akuba ebakhuphele phandle bonke, wathabatha uyise nonina womntwana oselula nabo babekunye naye, waza wangena apho umntwana oselula wayekhona.+
51 Akufika endlwini akazange avumele nabani na ukuba angene naye ngaphandle kukaPetros noYohane noYakobi noyise nonina wentombazana.+