Mateyu 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 uYesu wathi: “Khwelelani, kuba intwazana ayifanga, kodwa ilele.”+ Bamhleka ngokugculelayo.+ Luka 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Akufika endlwini akazange avumele nabani na ukuba angene naye ngaphandle kukaPetros noYohane noYakobi noyise nonina wentombazana.+ Luka 8:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Bamhleka ngokugculelayo, ngenxa yokuba babesazi ukuba ifile.+
51 Akufika endlwini akazange avumele nabani na ukuba angene naye ngaphandle kukaPetros noYohane noYakobi noyise nonina wentombazana.+