Marko 5:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 yaye, bakuba bengenile, wathi kubo: “Kutheni nibangela isiphithiphithi esinengxolo nokulila? Umntwana oselula akafanga, kodwa ulele.”+ Yohane 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+
39 yaye, bakuba bengenile, wathi kubo: “Kutheni nibangela isiphithiphithi esinengxolo nokulila? Umntwana oselula akafanga, kodwa ulele.”+
11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+