IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke kaloku akufika endlwini yomlawuli+ wabona abadlali-mbande nesihlwele bengxola bephithizela,+

  • Luka 8:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Kodwa abantu bonke babelila yaye bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo. Ngoko wathi: “Musani ukulila,+ kuba ayifanga kodwa ilele.”+

  • Yohane 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share