Luka 8:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Kodwa abantu bonke babelila yaye bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo. Ngoko wathi: “Musani ukulila,+ kuba ayifanga kodwa ilele.”+
52 Kodwa abantu bonke babelila yaye bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo. Ngoko wathi: “Musani ukulila,+ kuba ayifanga kodwa ilele.”+