IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 5:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 yaye, bakuba bengenile, wathi kubo: “Kutheni nibangela isiphithiphithi esinengxolo nokulila? Umntwana oselula akafanga, kodwa ulele.”+

  • Yohane 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+

  • IZenzo 7:60
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 60 Wandula ke, eguqa ngamadolo, wadanduluka ngelizwi elinamandla wathi: “Yehova, musa ukusibalela kubo esi sono.”+ Yaye emva kokutsho oku walala ekufeni.

  • IZenzo 13:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kuba uDavide,+ kwelinye icala, wenza ukuthanda kukaThixo okucacileyo kwisizukulwana sakhe waza walala ekufeni yaye wabekwa kunye nookhokho bakhe, wakubona ukonakala.+

  • 1 Korinte 7:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share