Marko 5:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Bamhleka ngokugculelayo. Kodwa, akuba ebakhuphele phandle bonke, wathabatha uyise nonina womntwana oselula nabo babekunye naye, waza wangena apho umntwana oselula wayekhona.+
40 Bamhleka ngokugculelayo. Kodwa, akuba ebakhuphele phandle bonke, wathabatha uyise nonina womntwana oselula nabo babekunye naye, waza wangena apho umntwana oselula wayekhona.+