-
ABagwebi 6:31INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
31 Koku uYowashe+ wathi kubo bonke ababemelene naye:+ “Nini na eniya kumkhusela uBhahali ngokusemthethweni ukuze nizibonele enoba ninganako na ukumsindisa? Nabani na omkhusela ngokusemthethweni umele abulawe kwangale ntsasa.+ Ukuba unguThixo,+ makazikhusele ngokwakhe ngokusemthethweni,+ ngenxa yokuba kukho odilize isibingelelo sakhe.”
-