2 Samuweli 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke uDavide wathumela waza wabuzisa ngaloo mfazi+ yaye uthile wathi: “Asinguye na lo uBhatshebha+ intombi kaEliyam+ umfazi kaUriya+ umHiti?”+ 2 Samuweli 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova.
3 Wandula ke uDavide wathumela waza wabuzisa ngaloo mfazi+ yaye uthile wathi: “Asinguye na lo uBhatshebha+ intombi kaEliyam+ umfazi kaUriya+ umHiti?”+
27 Kwathi sakudlula isihlandlo sokuzila,+ ngoko nangoko uDavide wathumela waza wamthabathela ekhaya endlwini yakhe, waba ngumfazi wakhe.+ Ekuhambeni kwexesha wamzalela unyana, kodwa loo nto wayenzayo uDavide yabonakala imbi+ emehlweni+ kaYehova.