2 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+ 1 Kumkani 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?
24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+
11 Ke kaloku uNatan+ wathi kuBhatshebha,+ unina kaSolomon:+ “Akuvanga na ukuba uAdoniya unyana kaHagiti+ ngukumkani, yaye inkosi yethu uDavide akanalwazi konke konke ngako oko?