IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 26:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku inkosi yam ukumkani, mayincede, iphulaphule amazwi omkhonzi wayo: Ukuba nguYehova okuxhokonxileyo nxamnye nam, makeve ke ivumba lomnikelo wokudla okuziinkozo.+ Kodwa ukuba ngoonyana bomntu,+ baqalekisiwe phambi koYehova,+ ngenxa yokuba namhlanje bandigxothile ukuze ndingazivi ndinamathele elifeni likaYehova,+ besithi, ‘Hamba, khonza abanye oothixo!’+

  • 2 Samuweli 24:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kwakhona+ wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli, xa lowo waxhokonxa uDavide nxamnye nawo, esithi: “Yiya, ubale+ uSirayeli noYuda.”

  • 1 Kumkani 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye uYehova wamvelisela umchasi+ uSolomon,+ ongulo, uHadadi umEdom wenzala kakumkani. WayekwaEdom.+

  • 1 Kronike 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke ngoko uTHIXO kaSirayeli waxhokonxa umoya+ kaPuli+ ukumkani waseAsiriya,+ wona kanye umoya kaTilegati-pilenesere+ ukumkani waseAsiriya, ukuze athabathele ekuthinjweni+ amaRubhen namaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase, wabasa eHala+ naseHabhore naseHara nakuMlambo iGozan kude kube namhla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share